Imekobume yobuNtwana: Ukuyila iiklasi ezisebenzayo
Iingcamango Zokuqala
Bhala phantsi Iingcamango zakho zokuqala malunga noMceli mngeni:

Zeziphi izinto ezenza imekobume yobuntwana eyilwe kakuhle?
Yintoni enokwenziwa ngootitshala ukwenza imeko yeklasi ibe luncedo ngakumbi ekufundeni nasekuphuhliseni abantwana?
Xa sele ulungile, qhubeka uye kwiNgcaciso kunye necandelo leZibonelelo.